Hlanganisa umkhosi, wena sixeko sihlaselwayo!Kaloku thina basingqingile.Ke yena umlawuli kaSirayelibaya kumbetha ngentonga esidleleni.