Iziqhwala ndozenza amasalela,iimbacu zibe sisizwe esomeleleyo,uNdikhoyo abalawule kwintaba iZiyonkusukela ngaloo mini kuse ephakadeni.