Ke kaloku ngemihla yokugqibelaintaba emi kuyo indlu *kaNdikhoyoiya kuba yeyona ibalaseleyo,izikrobele zonke iinduli;nabantu baya kugxalathelana ukuya kuyo.