Mawoo ke, nina baceba ububi –nditsho nina bayila inkohlakalo kwiimandlalo zenu!Kwakusa benza loo nkohlakalo,kuba kaloku isemandleni abo.