Kaloku inxeba leSamariya alinyangeki,ngoku selisosulela noJuda lo.Selikumasango abantu bam;ewe, kwiJerusalem ngenkqu.