Zilani nigugule nitsho ngeenkqayi ngenxa yabantwana enibathandayo.Chengezelisani ngeempandla ngathi lixhalanga;kaloku baza kuthathwa basiwe ekuthinjweni.