Testamente Endala

Testamente Entsha

Umalaki 1:6 Ibhayibhile (XHO96)

“Unyana uyamhlonela uyise, kanti nesicaka siyayithobela inkosi yaso. Ukuba ke mna ndinguyihlo, kuphi ukuhlonitshwa kwam? Ukuba ndiyinkosi, kuphi ukoyikwa kwam?” Utsho *uNdikhoyo onamandla onke. “Nini, babingelelindini, abalidelayo igama lam.”“Ke nina nithi: ‘Silidele ngokuthini igama lakho?’

funda isahluko epheleleyo Umalaki 1

imbono Umalaki 1:6 kwimeko