Phambi kwawo kulenyez' umlilo;ngasemva kudangazel' idangatye.Phambili phaya umhlaba ngathi ngumyezo we-Eden,kodwa emkhondweni wawo yinkangala.Ubetha kungasindi nto konke-konke.