“Kothi ke emva koko ndithulule uMoya wam kulo lonke uluntu,bashumayele oonyana neentombi zenu,amaxhego aphuphe amaphupha,abafana babone imibono.