UNdikhoyo wobaphendula athi:“Ewe, ndiza kuninika ingqolowa,newayini entsha, namafutha omnquma.Ngenene niya kutya nihluthe,ndingaze ndiphinde ndinenze intlekisa phakathi kwezizwe.