Hoyina, zingwevu zakowethu!Yivani, nonke bemi beli lizwe!Nikhonje nakha nayibona into enje?Khona kwimihla yamanyange yakhe yakho phi?