Kaloku kona ukutya suka kwanqanyulwa phambi kwamehlo ethu.Asisathethi ke ngemivuyo nolonwabo –alusekho nasendlwini kaThixo wethu.