Zithini wambu ngerhonya, bantu bam,nizibhuqa-bhuqe eluthuthwini,nibe ngathi nizilele unyana okuphela kwakhengesikrakra sona isililo,kuba uza kusifikela ngequbuliso yena umtshabalalisi.