Phulaphula, mhlaba,ubone ishwangusha endiza kulithumela aba bantu.Sisiphumo samayelenqe abo,kuba kaloku abalinanzanga ilizwi lam –andisathethi ke ngomyalelo wam abawubukuleyo.