“Balekani nisabe,bantu bakwaBhenjamin,niyishiy' iJerusalem!Vuthelani isigodlo eTekowa,nenz' umqondiso phezu kweBhete-hakerem ngomlilo.Kub' intlekele evela ngasentla igalelekile,ngokunjalo nentshabalalo engathethekiyo.