“Kothiwa: ‘Siba ngayinyanga iBhabheli, ayiphili.Masiyishiye, elowo ahambe aye ezweni lakowabo,kuba ityala layo logwetywa emazulwini,liphakame laya kutsho phezulu.