Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujeremiya 51:56 Ibhayibhile (XHO96)

IBhabheli iya kufikelwa ngumbhukuqi,abanjwe amagorha ayo,ziqhawulwe izaphetha zawo.Kaloku nguThixo wempindezelo uNdikhoyo;yena ubuyekezangokupheleleyo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 51

imbono Ujeremiya 51:56 kwimeko