“Nokuba iBhabheli ithe yaphakama yaya kufikelela ezulwini,nokuba iyinqaba ephakamileyo neyomeleleyo kangangoko,ndiya kuyithumela umbhukuqi.”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.