Amagorha aseBhabheli ayekile ukulwa;akasaphumi ezinqabeni.Ubugorha bawo buphelile;basuke baba njengabafazi.Izindlu zazeBhabheli zintunyekwe umlilo;yaphukile imivalo yamasango ayo.