Ke ngoko liveni icebo likaNdikhoyo alicebileyo ngeBhabheli,izigqibo zakhe agqibe ngazo ngokubhekisele kwilizwe lamaKaledi.Inene, namatakane aya kuqwengwa,umhlambi uthi khumnqa ngenxa yawo.