“Ke ngoko iBhabheli iya kuba sisikhundla seengcuka noodyakalashe,ibe yindawo ehlala iinciniba.Ayisoze iphinde imiwe bantu,ingahlalwa bani izizukulwana ngezizukulwana.