Utsho uNdikhoyo onamandla onke ukuthi:“Aphantsi kwengcinezelo amaSirayeli,kwanamaJuda ngokunjalo.Avalelwe ngabo bantu athinjwe ngabo;abavumi ukuwandulula.