Zigwazeni zonke iinkokheli zayo;mazibe ngathi ziinkunzi ezixhelwayo.Yeha ke, bona! Imini yabo ifikile;ixesha labo lokohlwaywa ligalelekile.