Ke ngoko uNdikhoyo onamandla onke, uThixo kaSirayeli, utsho ukuthi:“Niyabona, ndiza kumohlwaya ukumkani waseBhabheli nelizwe lakhenjengoko ndamohlwayayo ukumkani waseAsiriya.