Hlabani umkhosi macala onke!Iyanikezela –iinqaba zayo ziwile;iindonga zayo zidiliziwe.Yimpindezelo kaNdikhoyo le;phindezelani ke kuyo,nenze kuyo njengoko nayo yenze kwabanye.