uya kuba neentloni gqitha unyoko iBhabheli;uya kuhlazeka onizeleyo.Niyabona, uya kuba ngowokugqibela ezintlangeni –intlango, umqwebedu, inkqantosi.