ElakwaElam ndiza kulizisela imimoya yomineephuma macala onke.Ndobachitha-chitha kuloo mimoya yonke,kungabikho luhlanga bangafikiyo kulo abachithiweyo bakwaElam.