Malunga neDamasko *uNdikhoyo uthi:“Ihlazekile iHamati neApadi,kuba kuviwe iindaba ezimbi.Bancamile, bakhathazekile;bafana nolwandle olungenakuzola.