Ihlabathi liya kunyikima sisithonga sokuwa kwabo.Isandi sokukhala kwabo siya kuvakala de kuye kutsho kuLwandle oluBomvu.