Ndiza kwenza isimbonono ngenxa kaMowabhi,ndikhale ngenxa kaMowabhi ephela,kuncwinwe ngenxa yamadoda aseKiriheresi.