Yibani novelwano nguye, nina bamngqongileyo;nina bangqina udumo lwegama lakhe,yithini: ‘Yehaa, yaphukile ingwanyalala yomsimelelo;waphukile umsimbithi wodumo!’