Ufikile umtshabalalisi wakwaMowabhi;uza kuzibhukuqa iidolophu zakhe,awubhubhise edabini owona mlisela mhle womkhosi wakhe,”utsho uKumkani ogama linguNdikhoyo, uThixo onamandla onke.