Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujeremiya 43:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko uYohanan unyana kaKareya, ekunye nabaphathi-mabutho kunye nabantu bonke bala ukumthobela uNdikhoyo ngokuthi bahlale kwelakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 43

imbono Ujeremiya 43:4 kwimeko