Nguwo lo umlomo kaNdikhoyo:“Ngaloo mini ukumkani neziphathamandla baya kungenwa yingevane.Ababingeleli bothi khumnqa,abashumayeli bona bathi makatha.”