Nguwo lo umlomo *kaNdikhoyo:“Zixeleleni iintlanga,nibike naseJerusalem, nithi:‘Utshaba lugalelekile;lutsho ngentlaba-mkhosi yalo kwizixeko zakwaJuda.