Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujeremiya 4:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ngelo xesha abantu neJerusalem baya kuxelelwa kuthiwe: “Kuza kuvuthuza umoya onolophu, uvela ezincotsheni ezibharhileyo entlango, usinge ebantwini bam. Umoya ovela kum awuyi kuba yiyo impepho nje yokwela okanye yokucoca ingqolowa,

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 4

imbono Ujeremiya 4:11 kwimeko