Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujeremiya 39:3 Ibhayibhile (XHO96)

Zesuka zonke iziphathamandla zekumkani yaseBhabheli zaya kutsho ngakwiSango eliseMbindini, zafika zee nqwadalala ezihlalweni apho; yayingooNerigale-sharezere, noSamagare-nebho, noSarsekim umphathi oyintloko, nomnye uNerigale-sharezere owayeyingqwayi-ngqwayi yomkhosi, kunye nezinye iindwalutho zokumkani waseBhabheli.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 39

imbono Ujeremiya 39:3 kwimeko