Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujeremiya 38:4 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko iziphathamandla ezo zathi kukumkani: “Lo mfo makafe, kuba utyhafisa amajoni ashiyekileyo apha esixekweni, kwakunye nabantu bonke, ngezi zinto azithethayo. Akabanqweneleli buhle abantu; ubanqwenelela ububi.”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 38

imbono Ujeremiya 38:4 kwimeko