Ukumkani uZedekiya wafunga ngasese enoJeremiya, wenjenje: “Ekho nje uNdikhoyo, kanye lo usinika ubomi, andiyi kukubulala, ndingayi kukunikela esandleni sâbo bazungula ubomi bakho.”