Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujeremiya 37:17 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko ukumkani uZedekiya wathi makasiwe kuye ebhotwe, apho wambuza khona ngasese esithi: “Ngaba unalizwi livela kuNdikhoyo?”Waphendula wathi uJeremiya: “Ewe, ndinalo. Wena uza kunikezelwa esandleni sokumkani waseBhabheli.”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 37

imbono Ujeremiya 37:17 kwimeko