Mhlawumbi ukubongoza kwaba bantu kungavakala kuNdikhoyo, baguquke nakwimikhwa yabo emibi, kuba ubasongele enengqumbo nomsindo omkhulu aba bantu uNdikhoyo.”