Isizukulwana sikaYonadabhi unyana kaRekabhi sona sawuthobela umyalelo wokhokho waso, kodwa nina, luhlangandini, anivumi ukundithobela!