“Utsho uSomandla-onke onguThixo kaSirayeli ukuthi: Yiya kubantu bakwaJuda nabemi baseJerusalem uthi: ‘UNdikhoyo uthi: Yini na ukuba ningavumi ukuqeqeshwa niwathobele amazwi am? Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.