Kunyaka weshumi ukumkani uZedekiya elawula kwaJuda, owawungunyaka weshumi elinesibhozo kulawula ukumkani uNebhukadenezare eBhabheli, lavakala kuJeremiya ilizwi *likaNdikhoyo.