Kuza imini abaya kuthi abalindi bamemezebekwiinduli zakwaEfrayim,bathi: ‘Yizani sinyukele kwintaba iZiyon,siye kuNdikhoyo uThixo wethu.’ ”