UNdikhoyo wabonakala kwamandulo, wathi:“Sirayeli, ndikuthanda ngothando olungapheliyo;ndahlala ndikwenzela izibele.