Ndaweni yaloo nto baza kuba zizicaka zikaNdikhoyo uThixo wabo,nezicaka zokumkani wabo uDavide endiya kubavelisela yena.’