Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujeremiya 28:15 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko umshumayeli uJeremiya wathi kumshumayeli uHananiya: “Jong' apha, Hananiya, akuthunywanga nguNdikhoyo konke wena, yaye aba bantu ubenza babambelele ebuxokini.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 28

imbono Ujeremiya 28:15 kwimeko