*UNdikhoyo wathi kum: “Jeremiya, ubona ntoni na?”Mna ndithe: “Ndibona amakhiwane. Amahle mahle gqitha; amabi mabi mpela – zizinto ezingenako nokutyiwa oku.”