“Ngoko loo ndlela yabo iza kuba mtyibilizi,balahleke bawe emnyameni.Ndiza kubahlisela ishwangushangethuba lokohlwaywa kwabo.”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.